1 - Andizange ndakhohlela 5 - Ndikhohlela lonke ixesha | | | | | | |
1 - Andinaxakaxa (izikhohlela) esifubeni sam kwaphela 5 - Isifuba sam sigcwele uxakaxa ngokupheleleyo (izikhohlela) | | | | | | |
1 - Isifuba sam asixinwanga nto 5 - Isifuba sam asixinananga kakhulu | | | | | | |
1 - Xa ndinyuka induli okanye umgangatho omnye wezinyuko andinaphika 5 - Xa ndinyuka induli okanye umgangatho omnye wezinyuko ndiba nephika | | | | | | |
1 - Imeko yemiphunga yam ayindithinteli ekwenzeni naluphi na uhlobo lomsebenzi ekhaya 5 - Imeko yemiphunga yam ayindivumeli ukuba ndenze naluphi na uhlobo lomsebenzi ekhaya | | | | | | |
1 - Ndiyazingca ngokushiya ikhaya lam nkqu ngoku ndinale meko yemiphunga yam 5 - Andizingci konke konke ngokushiya ikhaya lam ngenxa yemeko yemiphunga yam | | | | | | |
1 - Ndilala kakuhle ngokupheleleyo 5 - Andilali kakuhle ngokupheleleyo ngenxa yemeko yemiphunga yam | | | | | | |
1 - Ndinamandla amaninzi 5 - Andinamandla konke konke | | | | | | |